Daily Archives: 25 Jan ’11

Ilizwe lam

Ilizwe Lam

  A painting drawing inspiration from the beautiful Wild Coast in the Eastern Cape (South Africa). The following poem, in Xhosa, appears along the clouds: Apha kule ndawo intle, Siyalibon’ ilanga xa liphuma ekuseni nalitshona ngokuhlwa. Siyawuva umoya awusukelayo amafu esibhakabhakeni. Abantu abahlal’ apha bayazazi, […]